Intshumayeli 4:1 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ndabuya ke mna, ndakubona konke ukucudisa okwenziwayo phantsi kwelanga. Ndazibona iinyembezi zabacudisiweyo, bengenamthuthuzeli; esandleni sabacusisi babo kuphuma ububhovubhovu, bengenamthuthuzeli bona.

Intshumayeli 4

Intshumayeli 4:1-5