Intshumayeli 3:22 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ndaqonda ke ukuba akukho nto ilunge ngaphezu kokuba umntu avuye ezenzweni zakhe; ngokuba kusisabelo sakhe oko. Ngokuba uya kungeniswa ngubani na, ukuba akubone okuya kubakho emveni kwakhe?

Intshumayeli 3

Intshumayeli 3:16-22