Intshumayeli 3:16 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ndabuya ndabona phantsi kwelanga indawo yokugweba, ukuba okungendawo kukhona; nendawo yobulungisa, ukuba okungendawo kukhona.

Intshumayeli 3

Intshumayeli 3:14-22