Intshumayeli 2:16 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ngokuba isilumko kunye nesinyabi asinakukhunjulwa kungunaphakade, ekubeni kusiza iimini ezoba sezilityelwe zonke ezo nto. Kutheni na, ukuba zife izilumko kunye nezinyabi?

Intshumayeli 2

Intshumayeli 2:14-26