Intshumayeli 2:15 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ndathi mna entliziyweni yam, Njengoko sihlelwa kuko isinyabi, ndiya kuhlelwa kuko nam lo; ibiyini na ke ukuba ndisidlule mna ngokulumka? Ndathi entliziyweni yam, Kwanaloo nto ingamampunge.

Intshumayeli 2

Intshumayeli 2:7-20