Ingoma Yazo Iingoma 1:8 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ukuba àkwazi, nzwakazindini phakathi kweentokazi,Phuma, uhambe ngemikhondo yomhlambi,Uwaluse amatakane akho ngaseminqubeni yabalusi.

Ingoma Yazo Iingoma 1

Ingoma Yazo Iingoma 1:3-17