Ingoma Yazo Iingoma 1:7 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Khawundixilele, wena uthandwa ngumphefumlo wam,Walúsela phi na? Ùyibuthisa phi na imihlambi emini enkulu?Ngokuba kungani na ukuba ndibe njengogqubutheleyoNgasemihlambini yamakholwane akho?

Ingoma Yazo Iingoma 1

Ingoma Yazo Iingoma 1:1-10