Ingoma Yazo Iingoma 1:4 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Nditsale, sogidima emva kwakho;Ukuba ukumkani undingenise ezingontsini zakhe,Sogcoba, sivuye ngawe.Sozikhankanya izincokoliso zakho ngaphezu kwewayini;Zikuthanda zinyanisile.

Ingoma Yazo Iingoma 1

Ingoma Yazo Iingoma 1:1-12