Ilevitikus 8:28 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wazithabatha uMoses ezandleni zabo, waqhumisela ngazo esibingelelweni, phezu kwedini elinyukayo: zaba lumiselo, laba livumba elithozamisayo, kwaba kukudla kwasemlilweni kuYehova oko.

Ilevitikus 8

Ilevitikus 8:27-33