Ilevitikus 8:27 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wazibeka zonke ezo zinto ezandleni zika-Aron, nasezandleni zoonyana bakhe, wazitshangatshangisa, zaba ngumtshangatshangiso phambi koYehova.

Ilevitikus 8

Ilevitikus 8:21-36