Ilevitikus 19:1-3 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

1. Wathetha uYehova kuMoses, esithi,

2. Thetha kwibandla lonke loonyana bakaSirayeli, uthi kubo, Yibani ngcwele; kuba ndiyiNgcwele mna, Yehova, uThixo wenu.

3. Yoyikani elowo unina noyise; nizigcine iisabatha zam: ndinguYehova, uThixo wenu.

Ilevitikus 19