Ilevitikus 19:2 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Thetha kwibandla lonke loonyana bakaSirayeli, uthi kubo, Yibani ngcwele; kuba ndiyiNgcwele mna, Yehova, uThixo wenu.

Ilevitikus 19

Ilevitikus 19:1-5