Ilevitikus 1:17 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

alicande emaphikweni alo, engawahluli kanye, aqhumisele ngalo umbingeleli esibingelelweni, phezu kweenkuni eziphezu komlilo. Lidini elinyukayo, kukudla kwasemlilweni, livumba elithozamisayo kuYehova elo.

Ilevitikus 1

Ilevitikus 1:7-17