Iindumiso 73:27-28 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

27. Ngokuba, yabona, abanyawukileyo kuwe baya kudaka;Uyababhangisa bonke abahenyuzayo, bemke kuwe.

28. Mna ke, ukusondela kuThixo kulungile kum,Ndiyenza ihlathi lam iNkosi uYehova,Ukuze ndiyibalise yonke imisebenzi yakhe.

Iindumiso 73