Iindumiso 73:13-16 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

13. Sìfumane sayiqaqambisa intliziyo yethu kanti,Sazihlamba izandla zethu ngokuba msulwa;

14. Ndakhathazeka imini yonke,Ukohlwaywa kwethu kwaba kokwemiso yonke.

15. Ukuba bendithe, Ndiya kwenjenjalo ukuthetha,Yabona, ngendinginizile kwisizukulwana soonyana bakho.

16. Ndathi ke ndakùcinga ukuba ndikwázi oko,Kwayinkohla emehlweni am;

Iindumiso 73