Iindumiso 73:11-14 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

11. Bathi, Únokuthini na ukwazi uThixo?Kukho ukwazi na kOsenyangweni?

12. Yabona abangendawo abayáBanokuchulumacha ngonaphakade, bandile ngokutyeba.

13. Sìfumane sayiqaqambisa intliziyo yethu kanti,Sazihlamba izandla zethu ngokuba msulwa;

14. Ndakhathazeka imini yonke,Ukohlwaywa kwethu kwaba kokwemiso yonke.

Iindumiso 73