Iindumiso 60:1-4 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

1. Thixo, usihlambile, wasichitha,Waqumba; ngamana wasibuyisa.

2. Ulinyikimisile ilizwe, ulikrazule;Philisa iintanda zalo ngokuba lishukuma.

3. Ubabonisile abantu bakho into elukhuni,Usisezé iwayini ehexisayo.

4. Ubanike ibhanile* abakoyikayo,Ukuba bayiphakamise ngenxa yenyaniso. (Phakamisani.)

Iindumiso 60