Iindumiso 55:23 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wena ke, Thixo, uya kubahlisela emngxunyeni wesihogo.Abantu bamagazi nenkohliso abayi kuyiqingathisa imihla yabo;Ke mna ndikholose ngawe.

Iindumiso 55

Iindumiso 55:19-23