Iindumiso 55:22 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Umthwalo wakho wulahlele kuYehova; yena wokuzimasa;Akayi kuliyekela ilungisa lishukunyiswe naphakade.

Iindumiso 55

Iindumiso 55:17-23