Iindumiso 53:5 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Apho bánkwantya benkwantyile, phofu kungekho nto inkwantyisayo;Ngokuba uThixo wawathi saa amathambo omngqingi wakho;Wabadanisa, ngokuba uThixo ebebacekisile.

Iindumiso 53

Iindumiso 53:1-6