Iindumiso 5:3-5 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

3. Yehova, ùya kuliva izwi lam kwakusasa,Kwakusasa ndiya kuwusingisa kuwe umthandazo wam, ndibonisele.

4. Ngokuba wena akunguThixo onanze okungendawo,Akanakuphambukela kuwe onobubi.

5. Abanakuma abaqhayisi phambi kwamehlo akho;Ùyabathiya bonke abasebenzi bobutshinga.

Iindumiso 5