Iindumiso 5:3 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Yehova, ùya kuliva izwi lam kwakusasa,Kwakusasa ndiya kuwusingisa kuwe umthandazo wam, ndibonisele.

Iindumiso 5

Iindumiso 5:1-5