Iindumiso 49:15 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kodwa uThixo uya kuwukhulula umphefumlo wam esandleni selabafileyo,Ngokuba eya kundithabatha. (Phakamisani.)

Iindumiso 49

Iindumiso 49:7-20