Babuthé ngokweegusha kwelabafileyo;Ukufa kuyabalúsa;Abathe tye bayabanyathela kwakusa;Isithomo sabo abo siyonakala kwelabafileyo, singabi nandawo yakuhlala.