11. Ndazi ngale nto, ukuba ùndinonelele,Yokokuba lungenakundidumela utshaba lwam.
12. Mna ekugqibeleleni kwam ùyandixhasa,Ùndimisa phambi kwakho ngonaphakade.
13. Makabongwe uYehova, uThixo kaSirayeli, kususela kwaphakade kude kuse ephakadeni. Amen, amen.