Iindumiso 40:17 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Mna ke ndilusizana, ndilihlwempu;INkosi iya kundikhumbulela.Umncedi wam nomsindisi wam nguwe;Thixo wam, musa ukulibala.

Iindumiso 40

Iindumiso 40:15-17