Iindumiso 38:4-7 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

4. Ngokuba ubugwenxa bam bugqithile entlokweni yam,Bundisinda njengomthwalo onzima.

5. Iyanuka, iyabhiqiza imivumbo yam,Ngenxa yokumatha kwam.

6. Ndiyapenapena, ndisibekeke kakhulu;Yonke imini ndihamba-hamba ngezimnyama zokuzila.

7. Ngokuba kuyatshisa emihlubulweni yam,Akukho ndawo iphilileyo enyameni yam.

Iindumiso 38