Iindumiso 39:1 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ndathi, Ndiya kuzigcina iindlela zam,Ndingoni ngolwimi lwam;Ndiya kuwugcina ngokuwubopha umlomo wam,Xa ongendawo asephambi kwam.

Iindumiso 39

Iindumiso 39:1-6