NguYehova amandla am nengweletshetshe yam;Yakholosa ngaye intliziyo yam, ndancedeka.Iyadlamka ke intliziyo yam,Ndiyamdumisa ngengoma yam.