Iindumiso 28:2 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Yiva izwi lokukhunga kwam ekuzibikeni kwam kuwe,Ekuziphakamiseleni kwam izandla zam kwingcwele kangcwele.

Iindumiso 28

Iindumiso 28:1-8