Iindumiso 28:1 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ndidanduluka kuwe, Yehova;Liwa lam, musa ukuzenza isithulu;Hleze, wakuthi cwaka kum,Ndifane nabahla baye emhadini.

Iindumiso 28

Iindumiso 28:1-9