Iindumiso 27:2 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Bakusondela kum abenzi bobubi ukuba badle inyama yam, Bakuza ababandezeli bam neentshaba zam kum, bákhubeka bawa bona.

Iindumiso 27

Iindumiso 27:1-6