NguYehova umkhanyiseli wam nomsindisi wam, ndiya koyika bani na?NguYehova inqaba yobomi bam, ndiya kunkwantya ngabani na?