Iindumiso 19:12-14 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

12. Ukulahleka, ngubani na okuqondayo?Ndénze msulwa kokusitheleyo.

13. Kwanasekukhukhumaleni mnqande umkhonzi wakho;Makungandilawuli; ukuze ndandule ukuba ngogqibeleleyo,Ndibe msulwa ekukreqeni okukhulu.

14. Makakholeke amazwi omlomo wam, nezicamango zentliziyo yam,Phambi kwakho, Yehova, liwa lam, mkhululi wam.

Iindumiso 19