Makakholeke amazwi omlomo wam, nezicamango zentliziyo yam,Phambi kwakho, Yehova, liwa lam, mkhululi wam.