12. Umlisela kwanomthinjana,Amadoda amakhulu kunye nabafana:
13. Mabalidumise igama likaYehova,Ngokuba liyingxonde igama lakhe yena yedwa;Indili yakhe ingaphezu komhlaba nezulu.
14. Wabaphakamisela abantu bakhe uphondo,Lwayindumiso kwabakhe benceba bonke,Koonyana bakaSirayeli, abantu abasondeleyo kuye.Haleluya!