Iindumiso 148:14 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wabaphakamisela abantu bakhe uphondo,Lwayindumiso kwabakhe benceba bonke,Koonyana bakaSirayeli, abantu abasondeleyo kuye.Haleluya!

Iindumiso 148

Iindumiso 148:7-14