Iindumiso 146:1-4 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

1. Haleluya!Mdumise uYehova, mphefumlo wam.

2. Ndiya kumdumisa uYehova lo gama ndidla ubomi;Ndiya kumbethela uhadi uThixo wam ekubeni ndingosekhoyo.

3. Musani ukukholosa ngamanene,Ngonyana womntu, yena ungenalo usindiso.

4. Uyaphuma umoya wakhe, abuyele yena emhlabeni wakhe;Ngaloo mini ayatshitsha amabhongo akhe.

Iindumiso 146