Ndiya kumdumisa uYehova lo gama ndidla ubomi;Ndiya kumbethela uhadi uThixo wam ekubeni ndingosekhoyo.