Iindumiso 130:1-4 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

1. Ezinzulwini ndinqula wena, Yehova,

2. Nkosi, yiva ilizwi lam.Iindlebe zakho mazilibazeleIlizwi lokutarhuzisa kwam.

3. Ukuba uthe wabunqala ubugwenxa, Yehova,Ngubani na ongaba nokuma, Nkosi?

4. Ngokuba kunawe ukuxolela,Ukuze woyikwe.

Iindumiso 130