Iindumiso 125:3 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ngokuba ayiyi kuhlala intonga yokungendawo elifeni lamalungisa,Ukuze amalungisa angazisí ebugqwetheni izandla zawo.

Iindumiso 125

Iindumiso 125:1-5