Iindumiso 122:4 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Apho zinyuka ziye khona izizwe,Izizwe zikaYehova;Ibubungqina ke loo nto kwaSirayeli,Ukuba kubúlelwe kwigama likaYehova.

Iindumiso 122

Iindumiso 122:1-9