Iindumiso 118:1-4 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

1. Bulelani kuYehova, ngokuba elungile,Ngokuba ingunaphakade inceba yakhe.

2. Makathi uSirayeli,Ingunaphakade inceba yakhe.

3. Mayithi indlu ka-Aron,Ingunaphakade inceba yakhe.

4. Mabathi abamoyikayo uYehova,Ingunaphakade inceba yakhe.

Iindumiso 118