Iindumiso 117:2 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ngokuba inamandla kuthi inceba yakhe,Inyaniso kaYehova ingunaphakade.Haleluya!

Iindumiso 117

Iindumiso 117:1-2