Iindumiso 1:5-6 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

5. Ngenxa yoko abangendawo abanakuma emgwebeni,Naboni ebandleni lamalungisa.

6. Ngokuba uYehova uyayazi indlela yamalungisa;Ke yona indlela yabangendawo iya kudaka.

Iindumiso 1