Igenesis 49:8 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Yuda, abazalwana bakho baya kukudumisa,Isandla sakho sibe sentanyeni yeentshaba zakho;Baya kuqubuda kuwe oonyana bakayihlo.

Igenesis 49

Igenesis 49:5-17