Uqalekisiwe umsindo wabo, ngokuba unobungcwangu:Ukuphuphuma kwabo umsindo, ngokuba unzima.Ndiya kubachithachitha kwaYakobi,Ndibaphangalalise kwaSirayeli.