Igenesis 46:31 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathi uYosefu kubazalwana bakhe nakwindlu kayise, Ndiya kunyuka ndiye kubika kuFaro, ndithi kuye, Abazalwana bam nendlu kabawo, ababesezweni lakwaKanan, bafikile;

Igenesis 46

Igenesis 46:28-34