Igenesis 43:30 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wakhawuleza uYosefu; kuba wasikwa yimfesane ngenxa yomninawa wakhe, wafuna indawo angalilela kuyo, wangena engontsini, walila khona.

Igenesis 43

Igenesis 43:25-34