Igenesis 43:29 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wawaphakamisa amehlo akhe, wambona uBhenjamin umninawa wakhe, umntwana kanina, wathi, Nguye na lo umninawa wenu omncinane, enibe nithetha ngaye kum? Wathi, Ngamana uThixo wakubabala, nyana wam.

Igenesis 43

Igenesis 43:22-32